IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 18:26
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 26 Ngoko balithatha ithole lenkomo eliyinkunzi ababelinikiwe, balilungisa, baza baqhubeka bethandaza kuBhahali ukususela kusasa de kwasemini, besithi: “Owu Bhahali, siphendule!” Kodwa kwathi cwaka, akwabikho mntu uphendulayo. Baqhubeka bexhentsa, bejikeleza isibingelelo ababesenzile.+

  • Isaya 37:37, 38
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 37 Ngoko uKumkani uSenaribhe waseAsiriya wemka wabuyela eNineve,+ wahlala apho.+ 38 Wathi esaqubudile endlini* kathixo wakhe uNiseroki, oonyana bakhe uAdrameleki noSharezere bamxabela ngekrele,+ baza babalekela kwilizwe laseArarati.+ Unyana wakhe uEsar-hadon+ waba ngukumkani endaweni yakhe.

  • Yona 1:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Oomatiloshe boyika kangangokuba ngamnye waqalisa ukucela uncedo kuthixo wakhe. Kwaye baqalisa ukuwuphosa elwandle umthwalo owawusenqanaweni, ukuze ibe khaphukhaphu.+ Kodwa uYona wehlela ngaphakathi enqanaweni, wangqengqa waza walala yoyi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share