Isaya 12:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Jonga! UThixo uyandisindisa.+ Ndiza kuthembela kuye, ndingoyiki;+Kuba uYa,* uYehova ungamandla am nokomelela kwam,Kwaye uye wandisindisa.”+ Isaya 51:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Buyasondela ubulungisa bam.+ Luyeza kuni usindiso lwam,+Neengalo zam ziza kugweba izizwana.+ Iziqithi ziza kuthembela kum,+Yaye ziza kulindela kwingalo yam.* Isaya 62:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Jongani! UYehova uvakalise la mazwi kwezona ndawo zikude emhlabeni: “Yithini kwintombi yaseZiyon,‘Jonga! Ukusindiswa kwakho kuyeza.+ Jonga! UThixo uwuphethe umvuzo,Nentlawulo ayihlawulayo iphambi kwakhe.’”+
2 Jonga! UThixo uyandisindisa.+ Ndiza kuthembela kuye, ndingoyiki;+Kuba uYa,* uYehova ungamandla am nokomelela kwam,Kwaye uye wandisindisa.”+
5 Buyasondela ubulungisa bam.+ Luyeza kuni usindiso lwam,+Neengalo zam ziza kugweba izizwana.+ Iziqithi ziza kuthembela kum,+Yaye ziza kulindela kwingalo yam.*
11 Jongani! UYehova uvakalise la mazwi kwezona ndawo zikude emhlabeni: “Yithini kwintombi yaseZiyon,‘Jonga! Ukusindiswa kwakho kuyeza.+ Jonga! UThixo uwuphethe umvuzo,Nentlawulo ayihlawulayo iphambi kwakhe.’”+