INdumiso 42:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ndimnxanelwe uThixo, uThixo ophilayo.+ Ndingeza nini ndibonakale phambi koThixo?+ INdumiso 63:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 63 Owu Thixo, unguThixo wam, ndihlala ndikukhangela.+ Ndikunxanelwe.+ Ndityhafile ngenxa yokufuna wenaEmhlabeni owomileyo, ekungekho manzi kuwo.+ Amosi 8:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 ‘Jonga! Kuza imihla,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova,‘Endiza kuzisa ngayo indlala elizweni,Kungekhona indlala yesonka okanye ukunxanelwa amanzi,Kodwa eyokuva amazwi kaYehova.+ Mateyu 5:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 “Bonwabile abo balambele nabanxanelwe ubulungisa,+ kuba baza kwaneliswa.+
63 Owu Thixo, unguThixo wam, ndihlala ndikukhangela.+ Ndikunxanelwe.+ Ndityhafile ngenxa yokufuna wenaEmhlabeni owomileyo, ekungekho manzi kuwo.+
11 ‘Jonga! Kuza imihla,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova,‘Endiza kuzisa ngayo indlala elizweni,Kungekhona indlala yesonka okanye ukunxanelwa amanzi,Kodwa eyokuva amazwi kaYehova.+