ISityhilelo 21:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Waphinda wathi kum: “La mazwi aye enzeka! NdinguAlfa no-Omega,* isiqalo nesiphelo.+ Nabani na onxaniweyo ndiza kumnika mahala amanzi obomi avela emthonjeni.+ ISityhilelo 22:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Umoya nomtshakazi+ bathi: “Yiza!” Nabani na ovayo makathi: “Yiza!” nabani na onxaniweyo makeze.+ Nabani na ofunayo makasele amanzi obomi mahala.+
6 Waphinda wathi kum: “La mazwi aye enzeka! NdinguAlfa no-Omega,* isiqalo nesiphelo.+ Nabani na onxaniweyo ndiza kumnika mahala amanzi obomi avela emthonjeni.+
17 Umoya nomtshakazi+ bathi: “Yiza!” Nabani na ovayo makathi: “Yiza!” nabani na onxaniweyo makeze.+ Nabani na ofunayo makasele amanzi obomi mahala.+