IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 4:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Owu intlungu endikuyo,* intlungu endikuyo!

      Intliziyo yam ibuhlungu kakhulu.

      Ibetha ngamandla.

      Andikwazi ukuthi cwaka,

      Kuba ndisivile isandi sophondo,

      Ukuhlatywa kwekhwelo lemfazwe.+

  • Yeremiya 8:18, 19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 18 Intlungu yam ayinakupheliswa.

      Intliziyo yam iyagula.

      19 Kwilizwe elikude kuvakala isikhalo esicela uncedo

      Isikhalo esivela kwintombi yabantu bam:

      “UYehova akakho seZiyon na?

      Okanye ukumkani wayo akakho kuyo na?”

      “Kutheni bendikhubekisa ngemifanekiso yabo eqingqiweyo,

      Ngoothixo babo basemzini abalilize?”

  • Yeremiya 9:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Owu akwaba intloko yam ibigcwele ngamanzi,

      Amehlo am engumthombo weenyembezi!+

      Bendingalila imini nobusuku

      Ngenxa yabantu bakowethu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share