IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 41:41, 42
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 41 UFaro waphinda wathi kuYosefu: “Jonga, ndiyakubeka ukuba uphathe lonke ilizwe laseYiputa.”+ 42 Emva koko wakhulula iringi yakhe yokubeka isitampu, wayifaka esandleni sikaYosefu, wamnxibisa impahla yelinen yodidi, wamfaka neneklesi yegolide emqaleni.

  • Estere 8:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Wemka ke uMordekayi phambi kokumkani enxibe isambatho sasebukhosini esenziwe ngelinen nangelaphu eliluhlaza,* ethwele isithsaba segolide esibekekileyo yaye ambethe isambatho sokwaleka selaphu lodidi loboya obumsobo.*+ Ibe bakhwaza bevuya abantu besixeko saseShushan.*

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share