Isaya 40:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Thethani ngobubele neYerusalem,*Yixeleleni ukuba kuphelisiwe ukusetyenziswa kwayo ngetshova,Nokuba ityala layo lihlawulelwe.+ UYehova ugqibile ukuyohlwayela izono zayo zonke.”+ Zekariya 13:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Ngaloo mini indlu kaDavide nabemi baseYerusalem baza kumbelwa iqula ukuze kucocwe isono nokungcola kwabo.+
2 “Thethani ngobubele neYerusalem,*Yixeleleni ukuba kuphelisiwe ukusetyenziswa kwayo ngetshova,Nokuba ityala layo lihlawulelwe.+ UYehova ugqibile ukuyohlwayela izono zayo zonke.”+
13 “Ngaloo mini indlu kaDavide nabemi baseYerusalem baza kumbelwa iqula ukuze kucocwe isono nokungcola kwabo.+