Isaya 14:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 UYehova uza kumenzela inceba uYakobi,+ yaye uza kuphinda awakhethe amaSirayeli.+ Uza kuwahlalisa* emhlabeni wawo,+ yaye abantu basemzini baza kuhamba nawo, bathi nca kwindlu kaYakobi.+ Yeremiya 31:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 “UEfrayim akangonyana oxabisekileyo na kum, okanye umntwana endimthandayo?+ Kuba okukhona ndimgxeka, kokukhona ndimkhumbula. Yiloo nto kusika ngaphakathi kum.*+ Ndiza kumsizela,” utsho uYehova.+
14 UYehova uza kumenzela inceba uYakobi,+ yaye uza kuphinda awakhethe amaSirayeli.+ Uza kuwahlalisa* emhlabeni wawo,+ yaye abantu basemzini baza kuhamba nawo, bathi nca kwindlu kaYakobi.+
20 “UEfrayim akangonyana oxabisekileyo na kum, okanye umntwana endimthandayo?+ Kuba okukhona ndimgxeka, kokukhona ndimkhumbula. Yiloo nto kusika ngaphakathi kum.*+ Ndiza kumsizela,” utsho uYehova.+