2 Kumkani 25:9, 10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Wayitshisa indlu kaYehova,+ indlu kakumkani+ nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ watshisa nezindlu zazo zonke izikhulu.+ 10 Yaye zonke iindonga ezazijikeleze iYerusalem zadilizwa ngumkhosi wamaKhaledi owawukunye nomphathi woonogada.+ Yeremiya 32:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 AmaKhaledi alwa nesi sixeko aza kuza asitshise, atshise+ nezindlu abantu abaye babingelela kuBhahali phezu kophahla lwazo, baza bagalela umnikelo oselwayo kwabanye oothixo ukuze bandicaphukise.’+ Yeremiya 39:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Emva koko, amaKhaledi atshisa indlu kakumkani nezindlu zabantu,+ aza adiliza iindonga zaseYerusalem.+
9 Wayitshisa indlu kaYehova,+ indlu kakumkani+ nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ watshisa nezindlu zazo zonke izikhulu.+ 10 Yaye zonke iindonga ezazijikeleze iYerusalem zadilizwa ngumkhosi wamaKhaledi owawukunye nomphathi woonogada.+
29 AmaKhaledi alwa nesi sixeko aza kuza asitshise, atshise+ nezindlu abantu abaye babingelela kuBhahali phezu kophahla lwazo, baza bagalela umnikelo oselwayo kwabanye oothixo ukuze bandicaphukise.’+
8 Emva koko, amaKhaledi atshisa indlu kakumkani nezindlu zabantu,+ aza adiliza iindonga zaseYerusalem.+