-
Yeremiya 7:13, 14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Kodwa niye naqhubeka nisenza zonke ezi zinto,’ utsho uYehova, ‘nangona ndiye ndathetha ndithethile* nani, anikhange nindimamele.+ Ndiye ndaqhubeka ndinibiza kodwa anikhange nindiphendule.+ 14 Ngoko ke, indlela endenza ngayo eShilo,+ ndiza kwenza ngayo nakwindlu enithembele ngayo+ enegama lam,+ nakule ndawo endayinika nina nookhokho benu.
-