2 Kumkani 23:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 UYehoyakim+ wayeneminyaka eyi-25 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-11 eYerusalem.+ Igama likamama wakhe yayinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma. Yeremiya 25:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Eli lilizwi elafika kuYeremiya ngezinto eziza kwenzeka kubo bonke abantu bakwaYuda, ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda, owawungunyaka wokuqala kaKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni;
36 UYehoyakim+ wayeneminyaka eyi-25 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-11 eYerusalem.+ Igama likamama wakhe yayinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma.
25 Eli lilizwi elafika kuYeremiya ngezinto eziza kwenzeka kubo bonke abantu bakwaYuda, ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda, owawungunyaka wokuqala kaKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni;