Isaya 55:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+ Hezekile 33:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Yithi kubo, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova, “Ndiphila nje, akundivuyisi ukufa komenzi-bubi,+ kodwa ndifuna atshintshe iindlela zakhe+ aze aqhubeke ephila.+ Guqukani, guqukani kwiindlela zenu,+ kuba kunyanzelekile na ukuba nide nife, ndlu kaSirayeli?”’+ Mika 7:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ngubani na uThixo onjengawe,Oxolela isiphoso nodlulayo kwisono+ sabantu abashiyekileyo kwilifa lakhe?+ Akayi kubambelela ngonaphakade kumsindo wakhe,Kuba uvuyiswa luthando olungagungqiyo.+
7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+
11 Yithi kubo, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova, “Ndiphila nje, akundivuyisi ukufa komenzi-bubi,+ kodwa ndifuna atshintshe iindlela zakhe+ aze aqhubeke ephila.+ Guqukani, guqukani kwiindlela zenu,+ kuba kunyanzelekile na ukuba nide nife, ndlu kaSirayeli?”’+
18 Ngubani na uThixo onjengawe,Oxolela isiphoso nodlulayo kwisono+ sabantu abashiyekileyo kwilifa lakhe?+ Akayi kubambelela ngonaphakade kumsindo wakhe,Kuba uvuyiswa luthando olungagungqiyo.+