2 Kumkani 23:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 UYehoyakim+ wayeneminyaka eyi-25 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-11 eYerusalem.+ Igama likamama wakhe yayinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma.
36 UYehoyakim+ wayeneminyaka eyi-25 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-11 eYerusalem.+ Igama likamama wakhe yayinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma.