-
Yeremiya 36:14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 Emva koko zonke iinkokheli zathumela uYehudi unyana kaNetaniya, unyana kaShelemiya, unyana kaKushi kuBharuki, zisithi: “Yiza nala msongo obuwufundele abantu.” Wawuthatha ke uBharuki unyana kaNeriya umsongo waya kuzo.
-