-
2 Kronike 36:9, 10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 UYehoyakin+ waba ngukumkani xa wayeneminyaka eyi-18, ibe walawula eYerusalem iinyanga ezintathu neentsuku ezilishumi, kwaye waqhubeka esenza izinto ezimbi emehlweni kaYehova.+ 10 Ekuqaleni konyaka,* uKumkani uNebhukadenetsare wathumela ukuba uYehoyakin aziswe eBhabhiloni+ kunye nezinto ezixabisekileyo zendlu kaYehova.+ Wenza uZedekiya ozalwa notata kaYehoyakin ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+
-