Duteronomi 28:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+ Yeremiya 19:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Uthi uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ‘Ndiza kuzisela esi sixeko nazo zonke iidolophu zaso yonke intlekele endithethe ngayo kuso, kuba baye ngenkani abavuma* ukuthobela amazwi am.’”+
15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+
15 “Uthi uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ‘Ndiza kuzisela esi sixeko nazo zonke iidolophu zaso yonke intlekele endithethe ngayo kuso, kuba baye ngenkani abavuma* ukuthobela amazwi am.’”+