-
Yeremiya 42:1, 2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
42 Ngoko zonke iintloko zomkhosi noYohanan+ unyana kaKareya noYezaniya unyana kaHoshaya nabo bonke abantu, ukususela koyena mncinci ukuyokutsho koyena mkhulu, baya 2 kumprofeti uYeremiya, bathi: “Siyakucela, simamele isicelo sethu, uze usithandazele kuYehova uThixo wakho, uthandazele bonke aba bantu abaye bashiyeka, kuba siye sashiyeka simbalwa nangona besibaninzi,+ njengokuba ubona.
-