- 
	                        
            
            1 Kumkani 16:23, 24IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
- 
                            - 
                                        23 Ngonyaka we-31 kaKumkani uAsa wakwaYuda, uOmri waba ngukumkani wakwaSirayeli, waza walawula iminyaka eyi-12, emithandathu kuyo eseTirtsa. 24 Wathenga intaba yaseSamariya ngeetalente* ezimbini zesilivere kuShemere, waza wakha isixeko kuyo. Wasibiza eso sixeko ngokuthi yiSamariya,*+ esithiya ngoShemere umnini waloo* ntaba. 
 
-