1 Kumkani 15:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 UKumkani uAsa wabiza wonke uYuda, akukho mntu ungazange abizwe, bonke bathwala amatye namaplanga aseRama awayesakha ngawo uBhahasha, waza uKumkani uAsa wakha* ngawo iGebha+ yakwaBhenjamin neMizpa.+ 2 Kronike 16:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 UKumkani uAsa wathatha wonke uYuda, bathwala amatye namaplanga aseRama+ awayesakha ngawo uBhahasha,+ waza wakha ngawo* iGebha+ yakwaBhenjamin neMizpa.+
22 UKumkani uAsa wabiza wonke uYuda, akukho mntu ungazange abizwe, bonke bathwala amatye namaplanga aseRama awayesakha ngawo uBhahasha, waza uKumkani uAsa wakha* ngawo iGebha+ yakwaBhenjamin neMizpa.+
6 UKumkani uAsa wathatha wonke uYuda, bathwala amatye namaplanga aseRama+ awayesakha ngawo uBhahasha,+ waza wakha ngawo* iGebha+ yakwaBhenjamin neMizpa.+