IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 34:20, 21
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 20 Emva koko ukumkani wayalela la mazwi kuHilekiya, uAhikam+ unyana kaShafan, uAbhedon unyana kaMika, uShafan unobhala noAsaya isicaka sikakumkani: 21 “Hambani, niyokubuza kuYehova ngamazwi ale ncwadi ifunyenweyo, nibuzele mna, abo basashiyekileyo kwaSirayeli noYuda wonke, kuba mkhulu gqitha umsindo kaYehova oza kukhutshelwa kuthi ngenxa yokuba ookhokho bethu abazange bakwenze oko kuthethwa lilizwi likaYehova ngokuthobela yonke into ebhalwe kule ncwadi.”+

  • Yeremiya 26:24
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 24 Kodwa uAhikam+ unyana kaShafan+ wamxhasa uYeremiya, waza akanikelwa ebantwini ukuze bambulale.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share