Daniyeli 2:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Utshintsha amaxesha,+Ususa ookumkani, abeke ookumkani,+Uzenza zibe nobulumko izilumko, abanike ulwazi abantu abaqondayo.+ Daniyeli 5:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Wena ke, kumkani, Oyena Thixo Uphakamileyo wanika uNebhukadenetsare utata wakho ubukumkani nobukhulu nozuko nobungangamsha.+
21 Utshintsha amaxesha,+Ususa ookumkani, abeke ookumkani,+Uzenza zibe nobulumko izilumko, abanike ulwazi abantu abaqondayo.+
18 Wena ke, kumkani, Oyena Thixo Uphakamileyo wanika uNebhukadenetsare utata wakho ubukumkani nobukhulu nozuko nobungangamsha.+