IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 25:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Kuba uthe uYehova uThixo kaSirayeli kum: “Thatha le ndebe yewayini yomsindo esandleni sam, useze zonke iintlanga endikuthumela kuzo.

  • Yeremiya 25:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 ndeza ngoFaro ukumkani waseYiputa nezicaka zakhe, iinkosana zakhe nabo bonke abantu bakhe;+

  • Hezekile 29:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 “Nyana womntu, jongisa ubuso bakho kuFaro ukumkani waseYiputa, uprofete ngaye nangeYiputa yonke.+

  • Hezekile 32:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 “Nyana womntu, cula ingoma yokuzila ngoFaro ukumkani waseYiputa, uthi kuye,

      ‘Wawunjengengonyama enamandla* ezintlangeni,

      Kodwa uye wathuliswa.

      Wawunjengesilwanyana saselwandle,+ udakasa emilanjeni yakho,

      Ugxobha amanzi ngeenyawo zakho, yaye ungcolisa imilambo.’*

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share