Genesis 37:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Emva koko bahlala phantsi batya. Xa baphakamisa amehlo, babona iqela lamaIshmayeli+ elalivela eGiliyadi. Iinkamela zalo zazithwele intlaka emhlophe, ibhalsam nentlaka emnandi,+ ibe lalisiya eYiputa. Yeremiya 8:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Akukho bhalsam* na eGiliyadi?+ Okanye akukho mphilisi* na apho?+ Kutheni ingachachanga intombi yabantu bam?+
25 Emva koko bahlala phantsi batya. Xa baphakamisa amehlo, babona iqela lamaIshmayeli+ elalivela eGiliyadi. Iinkamela zalo zazithwele intlaka emhlophe, ibhalsam nentlaka emnandi,+ ibe lalisiya eYiputa.
22 Akukho bhalsam* na eGiliyadi?+ Okanye akukho mphilisi* na apho?+ Kutheni ingachachanga intombi yabantu bam?+