IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 44:22
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 22 Ndiza kuzogquma ngokungathi kungelifu iziphoso zakho,+

      Nezono zakho ngokungathi kungengqimba yelifu.

      Buyela kum, kuba ndiza kukuhlawulela.+

  • Yeremiya 31:34
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 34 “Kwaye akukho mntu oza kuphinda afundise ummelwane nomntakwabo, esithi, ‘Mazini uYehova!’+ kuba bonke baza kundazi, ukususela koyena mncinci ukuyokutsho koyena mkhulu kubo,”+ utsho uYehova. “Kuba ndiza kusixolela isiphoso sabo, nesono sabo andizukusikhumbula.”+

  • Mika 7:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Uza kusenzela inceba kwakhona;+ uza kuzoyisa* iziphoso zethu.

      Wena uza kuziphosa enzulwini yolwandle zonke izono zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share