-
Hezekile 23:22, 23IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
22 “Ngoko ke, Oholibha, ithi iNkosi enguMongami uYehova: ‘Ndiza kukufunza ngezithandwa zakho,+ ezo uzilahlileyo usenyanya, ibe ndiza kuzithumela kuwe zisuka macala onke,+ 23 oonyana baseBhabhiloni+ nawo onke amaKhaledi,+ amadoda asePekodi,+ eShowa naseKowa, kunye nabo bonke oonyana baseAsiriya. Bonke ngabafana abanqwenelekayo, abalawuli namasekela-baphathi, amakroti nabachongiweyo,* bonke bekhwele amahashe.
-