Yeremiya 25:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 “‘Kodwa emva kokuba kuphele iminyaka eyi-70,+ ndiza kumphendulisa ukumkani waseBhabhiloni nolo hlanga, ngenxa yesono sabo,’+ utsho uYehova, ‘nelizwe lamaKhaledi ndilenze lingabi nabantu ngonaphakade.+ Yeremiya 51:43 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 43 Izixeko zayo ziyinto yokoyikisa, ilizwe elingenamanzi neliyintlango. Ilizwe ekungekho mntu uza kuhlala kulo, nalapho kungekho ndoda iza kudlula.+ Yeremiya 51:64 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 64 Emva koko uze uthi, ‘Le yindlela eza kutshona ngayo iBhabhiloni, ibe ayizukuphinda ivuke+ ngenxa yentlekele endiyizisela yona; kwaye abantu bayo baza kutyhafa.’”+ Aphela apha ke amazwi kaYeremiya.
12 “‘Kodwa emva kokuba kuphele iminyaka eyi-70,+ ndiza kumphendulisa ukumkani waseBhabhiloni nolo hlanga, ngenxa yesono sabo,’+ utsho uYehova, ‘nelizwe lamaKhaledi ndilenze lingabi nabantu ngonaphakade.+
43 Izixeko zayo ziyinto yokoyikisa, ilizwe elingenamanzi neliyintlango. Ilizwe ekungekho mntu uza kuhlala kulo, nalapho kungekho ndoda iza kudlula.+
64 Emva koko uze uthi, ‘Le yindlela eza kutshona ngayo iBhabhiloni, ibe ayizukuphinda ivuke+ ngenxa yentlekele endiyizisela yona; kwaye abantu bayo baza kutyhafa.’”+ Aphela apha ke amazwi kaYeremiya.