IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ISityhilelo 17:1, 2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 Enye yeengelosi ezisixhenxe ezaziphethe izitya ezisixhenxe+ yeza kum, yathi: “Yiza ndikubonise isigwebo sikanongogo* omkhulu ohlala phezu kwamanzi amaninzi,+ 2 abaye baziphatha kakubi ngesondo*+ naye ookumkani bomhlaba, baza abemi bomhlaba banxiliswa yiwayini yokuziphatha kakubi kwakhe ngesondo.”*+

  • ISityhilelo 18:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 Kuba ngenxa yewayini yomnqweno* wayo wokuziphatha kakubi ngesondo,* zonke iintlanga zomhlaba ziye zangamaxhoba,+ ookumkani bomhlaba baziphatha kakubi ngesondo kunye nayo,+ noosomashishini bomhlaba baba zizityebi ngenxa yobunewunewu eye yabuqokelela ingenazintloni.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share