Daniyeli 4:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Naso ke isigqibo sikanogada,*+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli wobukumkani* babantu+ ibe ubunika lowo athanda ukumnika yaye umisela phezu kwabo noyena mntu uphantsi ebantwini.”
17 Naso ke isigqibo sikanogada,*+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli wobukumkani* babantu+ ibe ubunika lowo athanda ukumnika yaye umisela phezu kwabo noyena mntu uphantsi ebantwini.”