Hezekile 34:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ndiza kuzivelisela umalusi omnye,+ umkhonzi wam uDavide,+ yaye uza kuzondla. Uza kuzondla ngokwakhe aze abe ngumalusi wazo.+ Hezekile 37:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 “‘“Umkhonzi wam uDavide uza kuba ngukumkani wawo,+ onke abe nomalusi omnye.+ Aza kuhamba ngezigwebo zam, aqiniseke ukuba ayayithobela imithetho yam.+ Hoseya 3:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Emva koko amaSirayeli aza kubuya aze amfune uYehova uThixo wawo,+ noDavide ukumkani wawo,+ yaye ekupheleni kwemihla,+ aza kuza kuYehova engcangcazela efuna ukulunga kwakhe.
23 Ndiza kuzivelisela umalusi omnye,+ umkhonzi wam uDavide,+ yaye uza kuzondla. Uza kuzondla ngokwakhe aze abe ngumalusi wazo.+
24 “‘“Umkhonzi wam uDavide uza kuba ngukumkani wawo,+ onke abe nomalusi omnye.+ Aza kuhamba ngezigwebo zam, aqiniseke ukuba ayayithobela imithetho yam.+
5 Emva koko amaSirayeli aza kubuya aze amfune uYehova uThixo wawo,+ noDavide ukumkani wawo,+ yaye ekupheleni kwemihla,+ aza kuza kuYehova engcangcazela efuna ukulunga kwakhe.