IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 47:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  6 Bandicaphukisa abantu bam.+

      Ndalingcolisa ilifa lam,+

      Ndaza ndabanikela kuwe.+

      Kodwa wena awuzange ubenzele nceba.+

      Wade wathwalisa nexhego idyokhwe enzima.+

  • Yeremiya 6:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Ngoko ndinomsindo njengoYehova.

      Ndidiniwe kukuwubamba.”+

      “Wugalele phezu komntwana osesitratweni+

      Naphezu kweqela labafana abahleli kunye;

      Baza kubanjwa, indoda kunye nomfazi wayo,

      Amadoda amadala kunye namaxhego.*+

  • IZililo 4:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Ubuso bukaYehova bubasasazile,+

      Akazukubajonga aze akholiseke ngabo kwakhona.

      Amadoda awazukubahlonipha ababingeleli,+ awazukukholiswa ngamadoda amakhulu.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share