Hezekile 25:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko ke ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndiza kusolulela nakwelakwaEdom isandla sam ndize ndinqumle apho umntu nemfuyo, ndilenze libe yindawo engahlali bantu.+ Baza kuwa ngekrele ukususela kwaTeman ukuya kwaDedan.+
13 Ngoko ke ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndiza kusolulela nakwelakwaEdom isandla sam ndize ndinqumle apho umntu nemfuyo, ndilenze libe yindawo engahlali bantu.+ Baza kuwa ngekrele ukususela kwaTeman ukuya kwaDedan.+