1 Kumkani 6:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Wakha iindonga zangaphakathi ngamaplanga omsedare. Wazaleka ngamaplanga, ukusuka phantsi ukuya kutsho kumaplanga esilingi, waza phantsi wafaka amaplanga ejunipha.+ 2 Kronike 3:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Iindonga zendlu enkulu wazogquma ngamaplanga omthi wejunipha, waza wawatyabeka ngegolide entle,+ emva koko wazihombisa ngemizobo yomthi wesundu+ namatsheyini.+
15 Wakha iindonga zangaphakathi ngamaplanga omsedare. Wazaleka ngamaplanga, ukusuka phantsi ukuya kutsho kumaplanga esilingi, waza phantsi wafaka amaplanga ejunipha.+
5 Iindonga zendlu enkulu wazogquma ngamaplanga omthi wejunipha, waza wawatyabeka ngegolide entle,+ emva koko wazihombisa ngemizobo yomthi wesundu+ namatsheyini.+