-
Hezekile 27:10, 11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Amadoda asePersi, eLudi nasePuti+ ayesemkhosini wakho, engamadoda akho emfazwe.
Ayewaxhoma kuwe amakhaka nezigcina-ntloko zawo, ibe ayekwenza ube nobuqaqawuli.
11 Macala onke eendonga zakho kwakumi amadoda aseArvadi awayesemkhosini wakho,
Ibe kwakukho amadoda angamakroti kwiinqaba zakho.
Axhoma amakhaka arawundi macala onke eendonga zakho
Aza abenza bagqibelela ubuhle bakho.
-