NUMERI
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
-  1  - 
- Kubhaliswa amadoda aza kuya emkhosini (1-46) 
- AbaLevi abangeni emkhosini (47-51) 
- Ukuhlaliswa kwabantu kakuhle (52-54) 
 
-  2  
-  3  
-  4  - 
- Umsebenzi wamaKohati (1-20) 
- Umsebenzi wamaGershon (21-28) 
- Umsebenzi wamaMerari (29-33) 
- Amanani okubalwa kwabantu (34-49) 
 
-  5  - 
- Umntu ongacocekanga uhlaliswa yedwa (1-4) 
- Ukuvuma izono nokuhlawula (5-10) 
- Umntu okrokrelwa ngokukrexeza useliswa amanzi (11-31) 
 
-  6  
-  7  
-  8  - 
- UAron ulayita izibane ezisixhenxe (1-4) 
- AbaLevi bayacocwa baze baqalise umsebenzi wabo (5-22) 
- Iminyaka ebekiweyo yabaLevi (23-26) 
 
-  9  
- 10  - 
- Amaxilongo esilivere (1-10) 
- Kuyemkiwa eSinayi (11-13) 
- Indlela emakwenziwe ngayo xa kuhanjwa (14-28) 
- UHobhabhi uyacelwa ukuba abonise amaSirayeli indlela (29-34) 
- UMoses uyathandaza xa kuhanjwa (35, 36) 
 
- 11  - 
- UYehova ubatshisa ngomlilo abantu abakhalazayo (1-3) 
- Abantu bafuna inyama (4-9) 
- UMoses uziva engeloncedo (10-15) 
- UYehova unika abadala abayi-70 umoya oyingcwele (16-25) 
- UEldadi noMedadi bayaprofeta; uYoshuwa uthi uMoses makabanqande (26-30) 
- Kuthunyelwa izagwityi; abantu bayohlwaywa ngokunyoluka (31-35) 
 
- 12  - 
- UMiriyam noAron bagxeka uMoses (1-3) 
- UYehova uthethelela uMoses (4-8) 
- UMiriyam uba neqhenqa (9-16) 
 
- 13  
- 14  - 
- Abantu bafuna ukubuyela eYiputa (1-10) 
- UYehova unomsindo, uMoses uyangenelela (11-19) 
- Isohlwayo: iminyaka eyi-40 entlango (20-38) 
- AmaSirayeli oyiswa ngama-Amaleki (39-45) 
 
- 15  - 
- Imithetho yeminikelo (1-21) 
- Iminikelo yabantu abona bengaqondanga (22-29) 
- Isohlwayo somntu owona ngabom (30, 31) 
- Kubulawa umntu ongathobelanga umthetho weSabatha (32-36) 
- Impahla mayibe nemisonto emazantsi (37-41) 
 
- 16  
- 17  
- 18  - 
- Imisebenzi yababingeleli nabaLevi (1-7) 
- Izinto ezinikwa ababingeleli (8-19) 
- AbaLevi bafumana izishumi yaye nabo banikela ngazo (20-32) 
 
- 19  
- 20  - 
- UMiriyam uyafa eKadeshe (1) 
- UMoses ubetha iliwa, ngaloo ndlela uyona (2-13) 
- UEdom akavumi amaSirayeli anqumle (14-21) 
- UAron uyafa (22-29) 
 
- 21  - 
- Ukumkani waseAradi uyoyiswa (1-3) 
- Inyoka yekopolo (4-9) 
- AmaSirayeli adlula ngakwaMowabhi (10-20) 
- USihon uKumkani wama-Amori uyoyiswa (21-30) 
- UOgi uKumkani wama-Amori uyoyiswa (31-35) 
 
- 22  
- 23  
- 24  
- 25  
- 26  
- 27  
- 28  
- 29  
- 30  
- 31  
- 32  
- 33  
- 34  
- 35  
- 36