IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g91 1/8 iphe. 32
  • Ngaba Wakhe Wazibuza?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngaba Wakhe Wazibuza?
  • Vukani!—1991
Vukani!—1991
g91 1/8 iphe. 32

Ngaba Wakhe Wazibuza?

◼ Iyintoni imbono kaThixo ngoqhawulo-mtshato?

◼ Ngaba iBhayibhile iyaluvumela uhenyuzo okanye ubufanasini?

◼ Kutheni uThixo evumele intlungu?

◼ Ngaba ngokwenene wayezimisele ukuba ihlabathi libe njengokuba linje?

◼ Lifumbethe ntoni ikamva?

Omnye wamaNgqina kaYehova uya kukuvuyela ukukutyelela aze akuncede ngeempendulo zeBhayibhile kwimibuzo enjalo. AmaNgqina kaYehova alungiselela isifundo sobuqu nesamaqela eBhayibhileni ngesisa.

Ngoko ukuba ungathanda ukuba umntu ofanelekileyo akutyelele ekhayeni lakho, okanye kwenye indawo efanelekileyo, singakulungiselela nguvuyo oko. Uya kuncedwa ungafumani nje kuphela iimpendulo kwimibuzo yakho ngeBhayibhile kodwa kwanemibuzo kwiingxaki zanamhla ezinokuconjululwa ngokusebenzisa imigaqo yeBhayibhile. Ukuze ungenelwe yile nkonzo, zalisa inkcazelo efunekayo uze uyithumele kwikhelingi ekwiphetshana elingezantsi.

Ndingathanda ukwazi okungakumbi ngeBhayibhile. Ncedani nilungiselele umntu ukuba andityelele.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share