IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ll inxa. 6 iphe. 14-15
  • Sifunda Ntoni KuMkhukula?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Sifunda Ntoni KuMkhukula?
  • Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade
  • Amanqaku Afanayo
  • Icandelo 6
    Mamela UThixo
  • Isilumkiso Sexesha Elidlulileyo
    Unako Ukuba Ngumhlobo KaThixo!
  • UMkhukula—Ngoobani Abaphulaphulayo? Ingoobani Abangazange Baphulaphule?
    Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade
  • Kwakutheni Ukuze UThixo Asindise UNowa—Isizathu Sokuba Sibe Nomdla
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2008
Khangela Okunye
Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade
ll inxa. 6 iphe. 14-15

ICANDELO 6

Sifunda Ntoni KuMkhukula?

UThixo wabatshabalalisa abangendawo waza wasindisa uNowa nentsapho yakhe. Genesis 7:11, 12, 23

Umkhombe uyadada, abantu ababi batshona emanzini, zona iingelosi ezivukele uYehova zishiya imizimba yazo yenyama

Kwanetha iintsuku ezingama-40 nobusuku bazo, yaye amanzi awugubungela wonke umhlaba. Bonke abantu abangendawo bafa.

Iingelosi ezinemvukelo zayishiya imizimba yazo yenyama zaza zaba ziidemon.

UNowa, intsapho yakhe nezilwanyana baphuma emkhombeni, kubonakala umnyama esibhakabhakeni

Basinda abo babesemkhombeni. Nakuba ekugqibeleni uNowa nentsapho yakhe bafayo, uThixo uya kuphinda abavuse benethemba lokuphila ngonaphakade.

UThixo uya kuphinda atshabalalise abangendawo aze awasindise amalungisa. Mateyu 24:37-39

USathana needemon zakhe balahlekisa abantu ngeendlela ezahlukahlukeneyo

USathana needemon basaqhubeka belahlekisa abantu.

Njengakumhla kaNowa, abantu abaninzi namhlanje abaluthobeli ulwalathiso lukaYehova lothando. Kungekudala uYehova uza kubatshabalalisa bonke abangendawo.​—2 Petros 2:5, 6.

AmaNgqina KaYehova ashumayeza indoda esebenzisa iBhayibhile; indoda ifunda iBhayibhile

Abanye abantu bafana noNowa. Bayamphulaphula baze bamthobele uThixo; abo bantu ngamaNgqina kaYehova.

  • Khetha indlela esa ebomini.​—Mateyu 7:13, 14.

  • Abangendawo baza kutshatyalaliswa; abalulamileyo banandiphe uxolo.—INdumiso 37:10, 11.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share