IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w05 11/15 iphe. 32
  • Ngaba Ungakuthanda Ukutyelelwa?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngaba Ungakuthanda Ukutyelelwa?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2005
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2005
w05 11/15 iphe. 32

Ngaba Ungakuthanda Ukutyelelwa?

Kwanakweli hlabathi lizalise ziinkathazo, unako ukuzuza ulonwabo kulwazi oluchanileyo lweBhayibhile ngoThixo, uBukumkani bakhe nenjongo yakhe emangalisayo kuluntu. Ukuba ungayivuyela inkcazelo engakumbi okanye ungathanda ukuba uthile eze ekhayeni lakho ukuze akuqhubele isifundo seBhayibhile sesisa, nceda ubhalele AmaNgqina KaYehova, Private Bag X2067, Krugersdorp, 1740, South Africa, okanye kwidilesi efanelekileyo kwezidweliswe kwiphepha 2.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share