Siyakumema Ukuba Uhlanganisane Nathi—ngoLwesithathu, ngoAprili 12
Ubusuku Obufanele Bukhunjulwe
Ngobusuku obungaphambi kokuba afe, uYesu Kristu wasungula iSikhumbuzo sokufa kwakhe. Esebenzisa iwayini nesonka esingenagwele njengemifuziselo, uYesu wathi: “Hlalani nisenza oku nindikhumbula.”—Luka 22:19.
AmaNgqina kaYehova akumema ngokufudumeleyo ukuba uwathelele ekuthobeleni kwawo uYesu ngokubhiyozela esi siganeko saminyaka le. Nceda ujonge ngasemva kweli phetshana okanye ubuze amaNgqina kaYehova akwindawo ohlala kuyo indawo, umhla nexesha leSikhumbuzo.