Iphepha 32
Ngaba umhlaba uza kutshatyalaliswa? FUNDA KWIPHEPHA 5.
IBhayibhile ithi yintoni le aza kuyitshabalalisa uThixo? FUNDA KWIPHEPHA 5-6.
Yintoni eya kukunceda uthethe kakuhle neqabane lakho xa likucaphukisile? FUNDA KWIPHEPHA 12.
UYesu wathi yintoni enokwenza abantu bonwabe? FUNDA KWIPHEPHA 16.
Ukufundiswa kukaYesu ukuchwela kufanele ukuba kwadlala yiphi indima kwindlela awayefundisa ngayo? FUNDA KWIPHEPHA 25-26.
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 32]
U.S. National Archives photo