IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w11 3/1 iphe. 32
  • UYesu ‘Ususa Isono Sehlabathi’

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • UYesu ‘Ususa Isono Sehlabathi’
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2011
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2011
w11 3/1 iphe. 32

UYesu ‘Ususa Isono Sehlabathi’

UYohane uMbhaptizi wathi uYesu ‘ususa isono sehlabathi.’ (Yohane 1:29) Oku kwabonisa indima kaYesu ekuhlanguleni uluntu oluthobelayo.

Kwakutheni ukuze kufuneke uYesu afe ukuze asindise aboni?

Yintoni awayiphumezayo ngokunikela ngobomi bakhe?

Ngoobani abangenelwayo ekufeni kwakhe?

Ithetha ntoni kuwe?

Minyaka le, amaNgqina kaYehova ahlanganisana ukuze akhumbule ukufa kukaYesu ngomhla afa ngawo. Kulo nyaka, lo mhla uza kuba Ngecawa, Aprili 17, ukutshona kwelanga.

AmaNgqina kaYehova ayakumema ngokufudumeleyo ukuba ube kunye nawo xa ehlola intsingiselo yokufa kukaYesu. Le mibuzo ingasentla iza kuphendulwa ngeBhayibhile.

Ungaya kwindawo ekufutshane nekhaya lakho. Dibana namaNgqina kaYehova asekuhlaleni ukuze ufumane ixesha nendawo aza kudibana kuyo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share