IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w17 Aprili iphe. 2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2017
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2017
w17 Aprili iphe. 2

Iziqulatho

IVEKI KAMEYI 29, 2017–JUNI 4, 2017

3 “Oko Ukubhambathisileyo, Kufezekise”

Zingaphi izifungo osele uzenzile kuYehova? Sinye, zibini okanye zingaphezulu? Ngaba uzifezekisa kangangoko unako? Kuthekani ngesifungo sakho sokuzahlulela okanye esomtshato? Eli nqaku lisikhumbuza ngento eyenziwa nguYifeta noHana esinokufunda kuyo njengoko sizama ukufezekisa izifungo zethu kuThixo.

IVEKI KAJUNI 5-11, 2017

9 Yintoni Eza Kuthi Shwaka Xa Kufika UBukumkani BukaThixo?

Sidla ngokucinga ngezinto uYehova aza kusinika zona eParadesi, kodwa kweli nqaku, siza kujonga izinto aza kuzisusa. Yintoni aza kuyisusa uYehova ukuze kubekho uxolo yaye konwatywe apha emhlabeni? Ukuxubusha ngempendulo yalo mbuzo kuza kuluqinisa ukholo lwethu kuze kusincede sinyamezele nangakumbi.

14 Ibali Lobomi​—Ndandizimisele Ukuba Lijoni LikaKristu

IVEKI KAJUNI 12-18, 2017

18 “UMgwebi Womhlaba Wonke” Usoloko Esenza Okufanelekileyo

IVEKI KAJUNI 19-25, 2017

23 Ngaba Indlela Yokugweba Efanelekileyo Uyibona Ngendlela KaYehova?

Xa sicinga ukuba siye saphathwa kakubi okanye sibone umntu ephathwa kakubi, lunokuvavanywa ukholo, ukuthobeka nokungagungqi kwethu ekukhonzeni uYehova. La manqaku athetha ngeziganeko ezithathu eziseBhayibhileni eziza kusinceda sijonge indlela eyiyo yokugweba ngendlela uYehova ayibona ngayo.

IVEKI KAJUNI 26, 2017–JULAYI 2, 2017

28 Ngamana UYehova Angadunyiswa Ngomoya Wokuzinikela Onawo!

UYehova akadingi nto kuthi; kodwa uyavuya xa ebona ukuba siyakulangazelela ukuxhasa ulongamo lwakhe. Isahluko sesi-4 nesesi-5 zencwadi yaBagwebi zibonisa indlela uYehova avuya ngayo xa sifaka isandla ekwenzeni izinto athi mazenziwe.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share