Iziqulatho
IVEKI KADISEMBA 25-31, 2017
Kudala kwabaluleka ukucula kubakhonzi bakaYehova. Kodwa ke, abanye abathandi ukucula phambi kwabantu. Sinokwenza ntoni ukuze siyeke ukoyika ukuculela uYehova? Eli nqaku lisixelela ngezizathu zokuba kufuneka sicule sivakale kwaye linamacebiso endlela esinokucula bhetele ngayo.
IVEKI KAJANUWARI 1-7, 2018
IVEKI KAJANUWARI 8-14, 2018
13 Gweba Kakuhle Kwaye Ube Nenceba NjengoYehova
Sinokufunda lukhulu kwizixeko zokusabela ezazikho ngexesha lamaSirayeli. Kwinqaku lokuqala, uzujonge indlela aboni abanokubalekela ngayo kuYehova kule mihla. Kwelesibini, jonga indlela umzekelo kaYehova osinceda ngayo ukuba sibaxolele abantu, sihlonele ubomi size sigwebe ngobulungisa.
18 ‘Onobubele Uya Kusikelelwa’
IVEKI KAJANUWARI 15-21, 2018
20 Musa Ukucinga Ngendlela Yehlabathi
IVEKI KAJANUWARI 22-28, 2018
25 Ungavumeli Nantoni Na Ikwenze Ungawufumani Umvuzo
La manqaku mabini athetha ngamacebiso aphefumlelweyo kaPawulos awawanika amaKristu aseKolose. Inqaku lokuqala libonisa ukuba singenza ntoni xa abantu bethetha izinto ezivakala zinengqondo kodwa zibe ziyindlela yokucinga yehlabathi. Elesibini liza kusikhumbuza ngezinto ekufuneka sizenze okanye singazenzi ukuze singaphoswa ziintsikelelo uYehova asithembise zona.
30 Unokwenza Ntoni Ukuze Uqhele Kwibandla Osandul’ Ukufika Kulo?