IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 7/00 iphe. 3
  • Izaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2000
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2000
km 7/00 iphe. 3

Izaziso

◼ Umnikelo woncwadi NgoJulayi noAgasti: Nayiphi na kwezi ncwadana zinemifanekiso ezinamaphepha angama-32 inokusetyenziswa: Bunandiphe Ubomi Emhlabeni Ngonaphakade!, Igama LikaThixo Eliya Kuhlala Likho Ngonaphakade, Iyintoni Injongo Yobomi—Unokuyifumana Njani?, Kwenzeka Ntoni Kuthi Xa Sisifa?, Ngaba Ngokwenene UThixo Usikhathalele?, Ngaba Ufanele Ukholelwe KuBathathu Emnye?, Urhulumente Oya Kuzisa IParadesi, nethi Xa Umntu Omthandayo Esifa. Incwadana enemifanekiso ethi Imimoya Yabafileyo—Ngaba Inokukunceda Okanye Inokukwenzakalisa? Ngaba Ikho Ngokwenene?, Incwadi Yabantu Bonke, nethi Our Problems—Who Will Help Us Solve Them? zisenokuhanjiswa xa kufanelekile. NgoSeptemba: Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila. Ngo-Oktobha: Imibhalo yephephancwadi IMboniselo noVukani!

◼ Ukususela ngoSeptemba, umveleli wesiphaluka uza kube enikela intetho yesidlangalala enomxholo othi “Ulawulo Lomntu—Lulinganiswe Esikalini.”

◼ Amabandla afanele aqalise ukuodola isixa esaneleyo seefomu zonyaka wenkonzo wowama-2001 kwisicelo sawo soncwadi sikaJulayi. Ncedani nizisebenzise kakuhle ezi fomu. Zifanele zisetyenziselwe injongo yazo kuphela.

◼ Iimpapasho ezintsha ezifumanekayo:

Nikela Ingqalelo Kwisiprofeto SikaDaniyeli!—iBraille ngesiNgesi

◼ Iikhasethi Ezintsha Ezifumanekayo:

Intuthuzelo Kwabadandathekileyo (Tract No. 20)—Intetho Yezandla YaseMerika

Xa Umntu Othandayo Esifa—Intetho Yezandla YaseMerika

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share