Iindaba Ezingokobuthixo
◼ NgoJuni kuye kwanikezelwa iiHolo zoBukumkani ezisibhozo, ezizezi: EyaseBallito naseMkhobosa KwaZulu-Natal; eyaseLichtenburg kwiPhondo loMntla Ntshona; eyaseMadombidza, kwaMalamulele, neyaseGabaza kwiPhondo loMntla; eyaseMdantsane North eMpuma Koloni neyaseRatanda eGauteng. Oku kwenza iiholo ezinikezelweyo kunyaka wenkonzo wama-2001 zibe ngama-36.