IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 5/05 iphe. 8
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2005
  • Amanqaku Afanayo
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2003
  • Intshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2004
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2005
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2003
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2005
km 5/05 iphe. 8

Iintshayelelo Zamaphephancwadi

IMboniselo Meyi 15

“Ucinga ukuba singaze siphile kwihlabathi elingenabuhlwempu? [Mlinde aphendule.] Khawuve oko sikuthenjiswa nguThixo. [Funda uIsaya 65:21.] Le Mboniselo ixubusha ngendlela esiya kuzaliseka ngayo esi sithembiso.” Zama iindlela zokubuyela ukuze nixubushe umbuzo othi: Iya kwenzeka nini le nguqulelo?

IMboniselo Juni 1

“Nangona phantse wonke umntu ethetha ngoxolo, ihlabathi alimanyananga. Ngaba ucinga ukuba lunokuze lufumaneke? [Mlinde aphendule.] Eli phephancwadi litsalel’ ingqalelo kurhulumente onamandla okumanyanisa ihlabathi.” Funda INdumiso 72:7, 8, uze ulungiselele ukubuyela ukuze nixubushe indlela okuya kwenzeka ngayo oku.

Vukani! Juni 8

“Abantu abaninzi bayaqonda ukuba ukuze ube nempilo entle kufuneka wenze umthambo, sekunjalo abanye bayavuma ukuba abawenzi ngokwaneleyo. Akunjalo? [Mlinde aphendule.] Eli phephancwadi lihlolisisa iingenelo zokuwenza rhoqo umthambo yaye linamacebiso ngeendlela esinokuwenza ngazo nakubeni singabantu abaxakekileyo.”

“Ngaba ukhe waphawula ukuba abantu abaninzi baxhalatyiswe kukuxhaphaka komhlaza wolusu? [Mlinde aphendule.] Lo Vukani! uhlolisisa isizathu sokuba namhlanje sibe sengozini enkulu yokuba nalo mhlaza nento esinokuyenza ukuze sizikhusele.” Qukumbela ngokumfundela isithembiso esithuthuzelayo esikuYobhi 33:25.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share