IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 3/06 iphe. 7
  • Izinto Ezimele Zikhunjulwe Xa Kulungiselelwa ISikhumbuzo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izinto Ezimele Zikhunjulwe Xa Kulungiselelwa ISikhumbuzo
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2006
  • Amanqaku Afanayo
  • Izinto Ezimele Zikhunjulwe Xa Kulungiselelwa ISikhumbuzo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2007
  • Okufanele Kukhunjulwe NgeSikhumbuzo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2004
  • Izinto Ezimele Zikhunjulwe Xa Kulungiselelwa ISikhumbuzo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2005
  • Okumele Kukhunjulwe NgeSikhumbuzo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2002
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2006
km 3/06 iphe. 7

Izinto Ezimele Zikhunjulwe Xa Kulungiselelwa ISikhumbuzo

ISikhumbuzo salo nyaka siza kuba ngoLwesithathu, Aprili 12. Abadala bafanele bakhumbule ezi zinto zilandelayo.

◼ Xa nikhetha ixesha lale ntlanganiso, qinisekani ukuba imifuziselo ayihanjiswa de kube semva kokutshona kwelanga.

◼ Wonke umntu, kuquka isithethi, ufanele aziswe ngexesha nendawo esiza kuqhutywa kuyo iSikhumbuzo.

◼ Kufanele kulungiswe isonka newayini efanelekileyo.—Bona IMboniselo kaFebruwari 15, 2003, iphe. 14-15.

◼ Iipleyiti, iiglasi, itafile nelaphu letafile zifanele zibe seholweni yaye zilungiswe kwangethuba.

◼ IHolo yoBukumkani okanye indawo ekuza kuqhutyelwa kuyo le ntlanganiso ifanele icocwe kwangethuba.

◼ Abalindi nabo baza kuhambisa imifuziselo bafanele bakhethwe baze bachazelwe kusengaphambili ngemisebenzi yabo, nangendlela abaza kuyenza ngayo yaye bamele banxibe baze bazilungise ngendlela endilisekileyo.

◼ Kufanele kwenziwe amalungiselelo okusa imifuziselo kuye nawuphi na umthanjiswa ongaphilanga nongayi kukwazi ukubakho.

◼ Ukuba iHolo yoBukumkani iza kusetyenziswa ngamabandla aliqela, loo mabandla afanele asebenzisane ukuze kuphetshwe ukuxinana ezipasejini okanye kwiminyango yokungena, kwiindledlana zokuhamba nakwiindawo zokupaka iimoto.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share