Ucwangciso Lweveki KaFebruwari 1
IVEKI EQALA NGOFEBRUWARI 1
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
lv isahlu. 16 ¶9-14, nebhokisi ekwiphe. 192-193
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Abagwebi 8-10
No. 1: Abagwebi 8:1-12
No. 2: Ngaba Abangendawo Bohlwaywa Ngonaphakade? (rs p. 147 isiqe. 3–iphe. 148 isiqe. 2)
No. 3: Ziziphi Iingenelo Zokwazi Inyaniso Ngokufa?
□ INtlanganiso Yenkonzo:
5 imiz: Izaziso.
10 imiz: Iimfuno zebandla lasekuhlaleni.
10 imiz: Ukuqalisa Izifundo ZeBhayibhile. Chaza usuku olulandelayo ekuza kuqaliswa ngalo izifundo zeBhayibhile. Balisa amava akhuthazayo, okanye udlan’ indlebe nomveleli wenkonzo okanye omnye umvakalisi onamava, achaze iintshayelelo eziye zangqineka zisebenziseka kwintsimi yasekuhlaleni. Emva koko unokumcela ukuba abonise intshayelelo yakhe.
10 imiz: Sebenzisa Izinto Ezinceda Ekufundiseni Kubulungiseleli Bakho. Intetho esekelwe kwincwadi ethi ISikolo Sobulungiseleli, iphepha 247, isiqendu 1, ukuya kuthi ga kwiphepha 248, isiqendu 1.