IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 3/14 iphe. 4
  • IZaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • IZaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
km 3/14 iphe. 4

IZaziso

◼ Uncwadi oluza kuhanjiswa ngoMatshi nangoAprili: IMboniselo noVukani! NgoMeyi nangoJuni: Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile? okanye elinye la lamaphecana: Uyijonga Njani IBhayibhile?, Ucinga Ntoni Ngekamva?, Yintoni Enokwenza Intsapho Yakho Yonwabe?, Ngubani Ngokwenene Olawula Ihlabathi?, okanye elithi Ngaba Ukubandezeleka Kuya Kuze Kuphele?

◼ ISikhumbuzo siza kuba ngoMvulo, Aprili 14, 2014. Ukuba niba neentlanganiso ngoMvulo, nifanele nizitshintshele kolunye usuku ukuba iHolo yoBukumkani iyafumaneka. Ukuba anizukwazi ukubanayo iNtlanganiso yeNkonzo, umnxibelelanisi wequmrhu labadala unokwenza utshintsho ukuze iintetho ezinokuba luncedo ebandleni zinikelwe kwenye intlanganiso kwakule nyanga.

◼ Umxholo wentetho yesidlangalala eza kunikelwa ngumveleli wesiphaluka kwinxalenye yesibini yonyaka wenkonzo ka-2014, uthi: “Lisondele Ixesha Lokuhlangulwa Kwiimbandezelo Zehlabathi.”

◼ La mabandla alandelayo aye akuvuyela ukunikezelwa kweeHolo zawo zoBukumkani. EMpuma Koloni: Ebika. ERhawutini: EClayville, e-Eldoraigne, eIvory Park West, Kwatsaduza, eMontana, naseSoshanguve Boikhutsong. Kwa-Zulu Natal: eAcaciavale, eBurford, eOsizweni Central. EMpumalanga: Kwazanele, eLillydale, eNsikazi South.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share