IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb16 Matshi iphe. 4
  • Matshi 14-20

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Matshi 14-20
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
mwb16 Matshi iphe. 4

Matshi 14-20

YOBHI 1-5

  • Ingoma 89 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “UYobhi Wahlala Enyanisekile Xa Wayevavanywa”: (imiz. 10)

    • [Play Dlala ividiyo ethi Intshayelelo KaYobhi.]

    • Yob 1:8-11—USathana wakuthandabuza ukunyaniseka kukaYobhi (w11 5/15 17 ¶6-8; w09 4/15 3 ¶3-4)

    • Yob 2:2-5—USathana wathandabuza ukunyaniseka kwabo bonke abantu (w09 4/15 4 ¶6)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yob 1:6; 2:1—Ngoobani ababevunyelwa ukuba beme phambi koYehova? (w06 3/15 13 ¶6)

    • Yob 4:7, 18, 19—UElifazi waqiqa njani phosakeleyo noYobhi? (w14 3/15 12 ¶3; w05 9/15 26 ¶4-5; w95 2/15 27 ¶5-6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Yob 4:1-21 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: wp16.2 ngaphandle.—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 2 nangaphantsi)

  • Xa Ubuyela: wp16.2 ngaphandle.—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)

  • Isifundo SeBhayibhile: fg isifundo 2 ¶2-3 (imiz. 6 nangaphantsi)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 88

  • Melana Nengcinezelo Yoontanga!: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ekujw.org/xh ethi Melana Nengcinezelo Yoontanga! (Yiya kwindawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO.) Emva koko, buza le mibuzo ilandelayo: Ziziphi iingxaki abajamelana nazo abantwana esikolweni? Bangawusebenzisa njani umgaqo okwiEksodus 23:2? Ziziphi izinto ezine eziya kubanika amandla ukuze bangoyiki baze bahlale benyanisekile? Cela ulutsha lubalise amava alo amnandi.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 11 ¶1-11 (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 133 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share