IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Septemba iphe. 3
  • Septemba 10-16

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Septemba 10-16
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Septemba iphe. 3

Septemba 10-16

YOHANE 3-4

  • Ingoma 57 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “UYesu Ushumayeza UmSamariyakazi”: (imiz. 10)

    • Yoh 4:6, 7—Nakubeni wayediniwe, uYesu waqalisa incoko nomSamariyakazi (ingcaciso kaYohane 4:6)

    • Yoh 4:21-24—Ukuqalisa kwakhe incoko nomSamariyakazi kwanceda abantu abaninzi beva ngoMesiya

    • Yoh 4:39-41—Ngenxa yento uYesu awayenzayo, amaSamariya amaninzi akholelwa kuye

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yoh 3:29—Simele siyiqonde njani le vesi? (ingcaciso)

    • Yoh 4:10—Inoba umSamariyakazi wayecinga ukuba uthini uYesu xa wayethetha ‘ngamanzi aphilayo,’ kodwa yena wayethetha ukuthini? (ingcaciso)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 4:1-15

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.

  • Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize niyixubushe.

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) wp16.2 9 ¶1-4—Umxholo: Ingcaciso KaYohane 4:23.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 77

  • “Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Qala Incoko Eza Kukuvulela Ithuba Lokushumayela”: (imiz. 15) Ingxubusho. Qukumbela ngokukhuthaza bonke ukuba baqalise incoko nomntu nokuba kukanye kule veki. Kwintlanganiso yeveki ezayo, abavakalisi baza kunikwa ithuba lokubalisa ukuba baqhube njani.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 13 isiqe. 1-4 nebhokisi ethi “Ngaba Ndifanele Ndibhiyoze?” nethi “Ukwenza Izigqibo Ngobulumko.”

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 35 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share